UZEKARIYA 7:10
UZEKARIYA 7:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Musani ukubacudisa abahlolokazi, neenkedama, nabasemzini, namahlwempu; musani ukucinga bubi entliziyweni yenu ngendoda engumzalwana wenu.
Yabelana
Funda UZEKARIYA 7UZEKARIYA 7:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Musani ukubacinezela abahlolokazi neenkedama, ngokunjalo nabangeneleli kunye namahlwempu, ningayili ububi ezintliziyweni zenu omnye komnye.’
Yabelana
Funda UZEKARIYA 7