UZEKARIYA 5:3
UZEKARIYA 5:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Sathi kum, Eso ke sisishwabulo esiphuma sihambe phezu kwelizwe lonke; ngokuba bonke abebàyo baya kutshayelwa apha ngokokwayo; bonke abafungàyo baya kutshayelwa ngaphaya ngokokwayo.
UZEKARIYA 5:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Saza sathi kum: “Esi sisiqalekiso esijinga phezu kwawo wonke umhlaba. Kwelinye icala kubhalwe kwathiwa wonke umntu olisela uza kugxothwa angabikho. Kanti ke kwelinye kuthiwa wonke umntu ofunga exoka uza kugxothwa angabikho.
UZEKARIYA 5:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yathi kum, Esi sisiqalekiso esigubungela ihlabathi lonke; ngokuba bonke abasukuba beba ngokukokwabo, baya kutshabalala ngaphaya; yaye othe wafunga uya kutshabalala njengakwelinye icala.
UZEKARIYA 5:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yaza yati kum: Lo sisiqalekiso esipumelayo pezu kwobuso balo lonke ilizwe; ngokuba osukuba esiba̔ eya kukukuliswa ngelicala, njengokwaso; nosukuba efunga uya kukukuliswa ngelocala, njengokwaso.