INGOMA YAZO IINGOMA 4:9
INGOMA YAZO IINGOMA 4:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uyingxwelerhile intliziyo yam, dade wethu, mtshakazi; Uyingxwelerhile intliziyo yam ngomjezulo omnye, Ngamrhukane mnye wesambalo sakho.
Yabelana
Funda INGOMA YAZO IINGOMA 4INGOMA YAZO IINGOMA 4:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ewe, uyithimbile intliziyo yam; nditsho wena, mtshakazi wam, dad' ethu. Ngenene intliziyo yam uyibile ngokundithi krwaqu kanye ngaloo mehlo akho, nangomxokelelwane nje omnye entanyeni yakho.
Yabelana
Funda INGOMA YAZO IINGOMA 4