URUTE 4:4
URUTE 4:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ndathi ke mna, mandivule indlebe yakho, ndithi, Wuthenge ngaphambi kwaba bahleliyo apha, phambi kwamadoda amakhulu abantu bakowethu. Ukuba uyawukhulula ngentlawulelo, wukhulule ngentlawulelo; ukuba akuwukhululi ngentlawulelo, ndixelele ndazi; ngokuba akukho bani unokuwukhulula ngentlawulelo, ingenguwe; ndisemva kwakho mna. Wathi, Ndowukhulula ngentlawulelo mna.
URUTE 4:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndithe lo mbandela ndokha ndiwuphalaze kuwe apha phambi kwaba bantu balapha kunye nala madoda makhulu akowethu, ndiqonde ukuba uyawuthatha na. Ukuba uyawuthatha, wuthathe; kodwa ukuba akuwuthathi, ndixelele. Kaloku akukho mntu unelungelo ngaphezu kwakho; nkqu nam ndilandela wena.” “Hayi, ndiza kuyithatha loo ntsimi,” watsho loo mfo.
URUTE 4:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Bendizimisele ukukwazisa, ndisithi, Wuthenge phambi kwabemiyo naphambi kwamadoda amakhulu esizwe sakowethu. Ukuba ufuna ukuyishiya, yishiye; ke ukuba uthe akwavuma ukusindulula, ndixelele, ukuze ndiyazi; ndikushiye ngasemva. Athi: Ndiya kuyishiya.
URUTE 4:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
ndandisiti mna: Ndiya kutyila ezindlebeni zako, ukuti: Sitenge pambi kwabemi besixeko, napambi kwabadala babantu bam: ukuba uya kusikulula, sikulule; kodwa ukuba akuyi kusikulula, ndixelele ke, ukuba ndikwazi: ngokuba kungeko mntu oya kusikulula ngapandle kwako; nam ndisemva kwako. Wayesiti: Ndiya kusikulula.