URUTE 2:11
URUTE 2:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Waphendula uBhohazi, wathi kuye, Ndiyixelelwe yonke into oyenzileyo kunyokozala, emva kokufa kwendoda yakho, nokushiya kwakho uyihlo nonyoko, nelizwe owazalelwa kulo.
URUTE 2:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula uBhohazi, wathi kuye, Ndiyixelelwe kakuhle yonke into oyenzileyo kunyokozala, emva kokufa kwendoda yakho; ukuba ùshiye uyihlo nonyoko, nelizwe owazalelwa kulo, weza ebantwini obungabazi ngaphambili.
URUTE 2:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
UBhowazi wathi: “Ndivile ngawe ukuba ubumphethe kakuhle unyoko-zala, naxa umyeni wakho selengasekho. Ude washiya uyihlo nonyoko, nditsho namawenu la embala, weza kuhlala phakathi kwabantu obungazani nabo.
URUTE 2:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wapendula u‐Bohazi wati kuye: Kukolisile ukushunyayelwa kum konke ukwenzileyo kunondoda wako emveni kwokufa kwendoda yako; nokokuba wabushiya uyihlo nonyoko, nelizwe lokuzalwa kwako, waya ebantwini wafudula ungabazanga