KWABASEROMA 6:23
KWABASEROMA 6:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Isono sinomvuzo: samkelisa ukufa; ke sona isipho asibabala ngaso uThixo ngokumanywa kwethu noKrestu Yesu iNkosi yethu, bubomi obungonaphakade.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 6KWABASEROMA 6:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba umvuzo wesono kukufa; ke sona isibabalo sikaThixo bubomi obungunaphakade, kuKristu Yesu iNkosi yethu.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 6KWABASEROMA 6:23 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kaloku umvuzo wesono kukufa; ke sona isipho sikaThixo bubomi obungunaphakade, kuKristu Yesu iNkosi yethu.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 6