KWABASEROMA 6:1-2
KWABASEROMA 6:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Sithini na ke ngoko? Sihlale esonweni na, ukuze ubabalo lwande? Nakanye! Thina safayo nje kwisono, singathini na ukuba sahlala kuso?
Yabelana
Funda KWABASEROMA 6KWABASEROMA 6:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Masithini na ngoko? Masihlale sihleli na esonweni, ukuze ubabalo lwande? Nankanye! Thina safayo nje kwisono, singáthini na ukuba sahlala kuso?
Yabelana
Funda KWABASEROMA 6