KWABASEROMA 5:8-9
KWABASEROMA 5:8-9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yena uThixo ukuqondakalisile ukusithanda kwakhe ngokuthi uKrestu asifele sisengaboni! Sigwetyelwe nje ngenxa yegazi lakhe, kokukhona siya kusindiswa ngaye kuyo ingqumbo kaThixo.
KWABASEROMA 5:8-9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ke yena uThixo uqondakalisa okwakhe ukusithanda ngokuthi, sakubon' ukuba sisengaboni, uKristu asifele. Kokukhona sigwetyelwe nje ngegazi lakhe, siya kusindiswa ngaye kuyo ingqumbo.
KWABASEROMA 5:8-9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke yena uThixo uqondakalisa okwakhe ukusithanda ngokuthi, sakubon’ ukuba sisengaboni, uKristu asifele. Kokukhona sigwetyelwe nje ngegazi lakhe, siya kusindiswa ngaye kuyo ingqumbo.
KWABASEROMA 5:8-9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa UTIXO uyabonakalisa olwake utando ngakuti, ngokokuba, nxa sibe sisengaboni tina, u‐Kristu wasifela. Siya kuti kakulu ngakumbi ngoko, sigwetyelwe nje kaloku ngegazi lake, sisindiswe ngaye emsindweni ozayo.