KWABASEROMA 4:18
KWABASEROMA 4:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Owakholwayo ngethemba, kungekho nethemba eli, ukuze abe nguyise weentlanga ezininzi, ngokoko kwathethwayo: Iya kuba njalo imbewu yakho.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 4KWABASEROMA 4:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
UAbraham wakholwa, wathemba, naxa ithemba lalingekho. Wakholwa okokuba woba “nguyise wezizwe ezininzi,” njengoko iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Iya kuba ngako ke inzala yakho ukuba ninzi kwayo.”
Yabelana
Funda KWABASEROMA 4