KWABASEROMA 4:16
KWABASEROMA 4:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngenxa yoku, ilifa lelaselukholweni; ukuze libe ngokobabalo; ukuze idinga liqiniseke kuyo yonke imbewu; lingabi kweyasemthethweni yodwa, libe nakweyaselukholweni luka-Abraham, ongubawo wethu sonke
KWABASEROMA 4:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke ilifa lifunyanwa ngokukholwa, oko kukuthi ngesisa. Ngale ndlela isithembiso simiselwe yonke inzala ka-Abraham. Le nzala ke asingabo nje abo bawugcinayo umthetho, kodwa ikwangâbo bakholwayo njengaye. Kaloku uAbraham ngubawo wethu sonke
KWABASEROMA 4:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko ke ilifa liphuma elukholweni, ukuze libe ngokobabalo; ukuze idinga liqiniseke kuyo yonke imbewu; kungekuphela nje abo basemthethweni, kodwa kwanabo baselukholweni luka-Abraham; ngubani ubawo wethu sonke.
KWABASEROMA 4:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngenxa yoku ilifa lelaselukolweni, ukuba libe ngofefe; ukuze idinga libe liqinisekile kuyo yonke inzalo, kungabi kuleyo yasemtetweni yodwa, kube nakuleyo yaselukolweni luka‐Abrahame; ongubawo wetu sonke