KWABASEROMA 3:23-24
KWABASEROMA 3:23-24 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba bonile bonke, basilelela eluzukweni lukaThixo; begwetyelwe ngesisa lubabalo lwakhe ngako ukukhululwa ngentlawulelo ekuYesu Kristu
Yabelana
Funda KWABASEROMA 3KWABASEROMA 3:23-24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
kuba akukho kwahluka; kuba bonile bonke, basilelela eluzukweni lukaThixo; begwetyelwe ngesisa lubabalo lwakhe ngako ukukhululwa ngentlawulelo ekuYesu Kristu
Yabelana
Funda KWABASEROMA 3KWABASEROMA 3:23-24 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku bonke bonile; bayalabalaba kubuqaqawuli ababulungiselelwe nguThixo. Kanti ke uThixo uyabababala abantu; ubenzela isisa: nangona bengafanelanga ubagwebela ngaye uYesu Krestu obakhululayo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 3