KWABASEROMA 12:20
KWABASEROMA 12:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko ke, ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ludle; ukuba lunxaniwe, luseze; kuba ngokwenjenjalo ke, woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 12KWABASEROMA 12:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku iziBhalo zikwatsho nokuthi: “Ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe into etyiwayo; ukuba lunxaniwe, luphe into eselwayo; kuba ngokwenjenjalo ke, woba uluvisa udano, khon' ukuze luguquke.”
Yabelana
Funda KWABASEROMA 12