KWABASEROMA 11:5-6
KWABASEROMA 11:5-6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwa njalo ke nakwelixesha lakaloku nje kuko isisalela ngokwoqasho lwofefe. Kodwa ukuba kungofefe, akusengayo imisebenzi; okanye ufefe alubi selulo ufefe: kodwa ukuba kungayo imisebenzi, akuseko ufefe; okanye umsebenzi awusenguwo umsebenzi.
KWABASEROMA 11:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokunjalo ke ngoko, nakweli xesha lakalokunje, kukho amasalela ngokonyulo lobabalo. Ukuba ke kungobabalo, akusengamisebenzi; okanye ubabalo alungebi saba lubabalo.
KWABASEROMA 11:5-6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kanti nangoku ke kukwanjalo. Lisekho iqaqobana elichongwe nguThixo ngokwesisa sakhe. Lona lachongwa nguThixo ngokwesisa sakhe, elibabala, engalinyuli ngenxa yezenzo zalo. Kaloku ukuba uThixo wayenyula abantu ngokwezenzo zabo, isisa sakhe asingebi saba sisisa.
KWABASEROMA 11:5-6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngokukwanjalo ke ngoko, nakweli xesha lakalokunje, kukho amasalela ngokonyulo lobabalo. Ukuba ke kungobabalo, akusengamisebenzi; okanye ubabalo alungebi saba lubabalo. Ukuba ke kungokwasemisebenzini, akuselubabalo; okanye umsebenzi awusengumsebenzi.