ISITYHILELO 3:20
ISITYHILELO 3:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uyabona, ndimi emnyango ndinkqonkqoza. Ukuba umntu uyeva aze avule, ndiya kungena ndihlale naye, sitye kunye.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3ISITYHILELO 3:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yabona, ndimi emnyango ndinkqonkqoza; ukuba úthe umntu waliva izwi lam, waluvula ucango, ndongena kuye, ndidle naye, naye adle nam.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3ISITYHILELO 3:20 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yabona, ndimi emnyango ndinkqonkqoza; ukuba uthe umntu waliva izwi lam, waluvula ucango, ndongena kuye, ndidle naye, naye adle nam.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3