ISITYHILELO 22:14
ISITYHILELO 22:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Banoyolo abo bayenzayo imithetho yakhe, ukuze igunya labo libe semthini wobomi, bangene ngamasango kuwo umzi.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 22ISITYHILELO 22:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Banoyolo abo bazabalazela ukuba bahlale benyulu! Baya kuba nelungelo kuwo umthi wobomi; baya kungena ngamasango esixekweni.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 22