ISITYHILELO 17:14
ISITYHILELO 17:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Aba baya kwenza imfazwe neMvana. IMvana iya kubeyisa, ngokuba inguNkosi kankosi, inguKumkani kakumkani; baya kweyisa nabo banayo, babiziweyo, banyuliweyo, bathembekileyo.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 17ISITYHILELO 17:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Baya kulwa neXhwane, kodwa liboyise. Kaloku lona liyiNkosi yamakhosi, iKumkani yeekumkani. Abalandeli balo baya kuba nenxaxheba kolo loyiso lwalo. Ewe, nditsho abanyulwa ababiziweyo nabathembekileyo.”
Yabelana
Funda ISITYHILELO 17