ISITYHILELO 15:4
ISITYHILELO 15:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngubani na ongekhe akoyike wena, Nkosi, Angalizukisi igama lakho? Ngokuba inguwe wedwa ongcwele; Ngokuba zonke iintlanga ziya kuza ziqubude phambi kwakho, Ngokuba imisebenzi yakho yobulungisa ibonakalalisiwe.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 15ISITYHILELO 15:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngubani obengenakunkwantya aze akubonge wena, Nkosi? Kaloku nguwe wedwa oyingcwele. Zonke iintlanga ziya kunqula ziqubude kuwe, kuba izigqibo zakho ezilungileyo zicacile kubo bonke.”
Yabelana
Funda ISITYHILELO 15