ISITYHILELO 10:11
ISITYHILELO 10:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Sathi kum, Umele ukuba ubuye uprofete ngabantu, neentlanga, neelwimi, nookumkani, abaninzi.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 10ISITYHILELO 10:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndaxelelwa kwathiwa: “Kwakhona kufuneka uvakalise udaba lukaThixo olumayela nezizwe ngezizwe, iintlanga ngeentlanga, iilwimi, nezikumkani.”
Yabelana
Funda ISITYHILELO 10