IINDUMISO 58:11
IINDUMISO 58:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Athi umntu, Inene, ilungisa linesiqhamo; Inene, úkho uThixo ogwebayo ehlabathini.
Yabelana
Funda IINDUMISO 58IINDUMISO 58:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Abantu baya kutsho bathi: “Kuthe kanti kuneziqhamo ukuba lilungisa; ngenene ukho uThixo olilawulayo ihlabathi.”
Yabelana
Funda IINDUMISO 58