IINDUMISO 50:10-11
IINDUMISO 50:10-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba zezam zonke iinyamakazi zehlathi, Neenkomo ezisezintabeni eziliwaka. Iintaka zonke zasezintabeni ndiyazazi, Nento edakasa endle inam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 50IINDUMISO 50:10-11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku zezam zonke izilwanyana neenyamakazi ezikumawaka-waka eenduli. Xa zizonke iintaka ndiyazazi; nezinambuzane zamathafa zezam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 50