IINDUMISO 42:11
IINDUMISO 42:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kungani na ukuba usibekeke, mphefumlo wam? kanti ukhathazekile ngam? Kholosa ngoThixo, ngokuba ndisaya kubuya ndibulele kuye, olusindiso lobuso bam, noThixo wam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 42IINDUMISO 42:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kungani na ukuba ùsibekeke, mphefumlo wam; Kungani na ukuba ugule ngaphakathi kwam? Lindela kuThixo, ngokuba ndisaya kubuya ndibulele kuye, Olusindiso lobuso bam, noThixo wam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 42IINDUMISO 42:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Hee! Ngani ukuba ndidakumbe kangaka? Ngani ukuba ndikhathazeke kangaka? Hayi bo! Mandikholose ngoThixo, khon' ukuze ndibuyele ekumdumiseni uMsindisi noThixo wam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 42