IINDUMISO 37:5
IINDUMISO 37:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yiyekele kuYehova indlela yakho, Ukholose ngaye; wókwenzela
Yabelana
Funda IINDUMISO 37IINDUMISO 37:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Zilahlele kuNdikhoyo, ukholose ngaye; yena ke wokwenzelelela.
Yabelana
Funda IINDUMISO 37IINDUMISO 37:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yiyekele kuYehova indlela yakho; ukholose ngaye kwakhona; kwaye uya kukwenza ukuba kwenzeke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 37