IINDUMISO 37:23-24
IINDUMISO 37:23-24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Amanyathela omfo aqiniswa nguYehova, Ayithande indlela yakhe. Ewíle, akayi kuqungquluza, Ngokuba nguYehova umxhasi wesandla sakhe.
Yabelana
Funda IINDUMISO 37IINDUMISO 37:23-24 IBHAYIBHILE (XHO96)
NguNdikhoyo okhokelela umntu kwindlela amakahambe ngayo; nguye omenza akholeke kuye. Nokuba uwile, uyavuka, kuba nguNdikhoyo omthundezayo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 37