IINDUMISO 145:9
IINDUMISO 145:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ulungile uYehova kubo bonke, Imfesane yakhe ikuzo zonke izenzo zakhe.
Yabelana
Funda IINDUMISO 145IINDUMISO 145:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo uyabalungiselela bonke abantu; unemfobe ngazo zonke izinto azenzileyo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 145