IINDUMISO 143:8
IINDUMISO 143:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndívise kwakusasa inceba yakho, Ngokuba ndikholose ngawe. Ndazise indlela endiya kuhamba ngayo: Ngokuba ndiwuphakamisela kuwe umphefumlo wam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 143IINDUMISO 143:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ububele bakho mandibuve kwakusasa; kaloku mna ndikholosa ngawe. Ndifundise indlela endifaneleyo; kaloku mna ndizibika kuwe.
Yabelana
Funda IINDUMISO 143IINDUMISO 143:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndivise kwakusasa inceba yakho; ngokuba ndikholose ngawe; Ndazise indlela endiya kuhamba ngayo; kuba ndiwuphakamisela kuni umoya wam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 143