IMIZEKELISO 4:7
IMIZEKELISO 4:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ingqalo yobulumko ithi, Rhweba ubulumko, Ngako konke ukurhweba kwakho urhwebe ingqondo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 4IMIZEKELISO 4:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ubulumko ngoyena ndoqo, bufunisise! Fumana ingqiqo, nokuba kudle konke onako.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 4IMIZEKELISO 4:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ubulumko yeyona nto ibalulekileyo; Rhweba ke ubulumko, urhwebe ingqondo nako konke ukuqonda.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 4