IMIZEKELISO 25:26-27
IMIZEKELISO 25:26-27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Liqula eligxojiweyo, ngumthombo owonakeleyo, Ilungisa elikhwelelayo phambi kongendawo. Ukudla ubusi obuninzi akulungile; Ke ukugocagoca izinto ezinzima luzuko.
Share
Funda IMIZEKELISO 25IMIZEKELISO 25:26-27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Liqula eligxojiweyo, ngumthombo owonakeleyo, Ilungisa elikhwelelayo phambi kongendawo. Ukudla ubusi obuninzi akulungile; Ke ukugocagoca izinto ezinzima luzuko.
Share
Funda IMIZEKELISO 25IMIZEKELISO 25:26-27 IBHAYIBHILE (XHO96)
Akoyiswa sisikhohlakali umntu olungileyo loo nto ifana nequla eligxobhekileyo okanye nomthombo ongcolisekileyo. Ukubutya kakhulu ubusi akulunganga; kukwanjalo ukuhlala uzifunela imbeko.
Share
Funda IMIZEKELISO 25