IMIZEKELISO 21:14
IMIZEKELISO 21:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Isipho entsithelweni sinqanda umsindo, Isicengo esondweni lengubo sinqanda umsindo onamandla.
Share
Funda IMIZEKELISO 21IMIZEKELISO 21:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Isipho umntu asinikwa ngasese sithomalalisa umsindo; ewe, isicengo esigushiweyo sithothisa ingqumbo.
Share
Funda IMIZEKELISO 21