IMIZEKELISO 14:30
IMIZEKELISO 14:30 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bubomi benyama intliziyo epholileyo; Ke lona ikhwele yimpehla emathanjeni.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 14IMIZEKELISO 14:30 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Bubomi benyama intliziyo epholileyo; Inomona ke wona ukubola kwamathambo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 14