INUMERI 33:55
INUMERI 33:55 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nolidla ilifa ngokwezizwe zooyihlo. Ukuba anithanga nibagqogqe abemi belizwe phambi kwenu, kothi abo nibasalisileyo babe ngameva emehlweni enu, neemviko emacaleni enu, banibandezele ezweni enihleli kulo.
Yabelana
Funda INUMERI 33INUMERI 33:55 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe ke ukuba anibagxothanga bonke abemi balo, abo baseleyo boba yinkathazo njengeliso eliphandliweyo kuni, okanye kufane nokuba nihlatywe ngameva; ewe, bojika banilwe.
Yabelana
Funda INUMERI 33INUMERI 33:55 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kodwa ukuba akubagqogqanga abemi belizwe phambi kwakho; ndonishiya, nihlale njengamatye emehlweni enu, namatye emacaleni enu, nithotywe ezweni enihleli kulo.
Yabelana
Funda INUMERI 33INUMERI 33:55 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kanti ukuba aniyi kubagqogqa abemi belizwe pambi kwenu, kuya kwandula ukuti, abo nibasalisa kubo boba ngameva emehlweni enu, nezihlaba emacaleni enu; babeya kunipata ngobutshaba pezu kwomhlaba enihlala kuwo.
Yabelana
Funda INUMERI 33