INUMERI 32:23
INUMERI 32:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke ukuba anithanga nenjenjalo, yabonani, noba nonile kuYehova, nazi ukuba isono senu siya kunifumana.
Yabelana
Funda INUMERI 32INUMERI 32:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe ke ukuba anisifezekisanga esi sithembiso, ze nazi ukuba nimonile uNdikhoyo, ibe ke sona isono senu siya kuba yinto kuni.
Yabelana
Funda INUMERI 32