Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INUMERI 23:19

INUMERI 23:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

UThixo akamntu ukuba athethe amanga, Akanyana waluntu ukuba azohlwaye. Etshilo nje yena, akayi kwenza na? Ethethile nje, akayi kufeza na?

Yabelana
Funda INUMERI 23

INUMERI 23:19 IBHAYIBHILE (XHO96)

UThixo yena akamntu; akaxoki, akaguqu-guquki okomntu. Akakufezekisi na akuthembisileyo? Akakuphumelelisi na akuthethileyo?

Yabelana
Funda INUMERI 23

INUMERI 23:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uThixo akamntu ukuba axoke; nonyana womntu, ukuze azohlwaye; utsho kanti akunjalo? ethethile nje akaqondi?

Yabelana
Funda INUMERI 23

INUMERI 23:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

UTIXO asi nguye umntu ukuba axoke; asi nguye nonyana womntu, ukuba aguquke: uya kutsho na, aze angakwenzi na? uya kuteta na, aze angakuqinisi na?

Yabelana
Funda INUMERI 23
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo