INUMERI 21:8
INUMERI 21:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuMoses, Zenzele inyoka enobuhlungu, uyixhome esibondeni eside; kothi, bonke abo balunyiweyo, bakukhangela kuyo, baphile.
Yabelana
Funda INUMERI 21INUMERI 21:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo ke wathi kuMosis: “Yenza umfanekiso wenyoka, uwuxhome esibondeni, khon' ukuze athi nabani na olunywe yinyoka akhangele kuyo, aphile.”
Yabelana
Funda INUMERI 21