INUMERI 21:7
INUMERI 21:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Beza abantu kuMoses, bathi, Sonile, ngokuba sithethe ngoYehova nangawe; thandaza kuYehova, azisuse kuthi iinyoka ezo. Wabathandazela ke uMoses abantu.
Yabelana
Funda INUMERI 21INUMERI 21:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
AmaSirayeli ke athi akuqonda ukuba enze imposiso, aya kuMosis, avuma athi: “Sonile ngokukrokrela uNdikhoyo ndawonye nawe. Khawusitarhuzisele, uNdikhoyo azisuse ezi nyoka.” Ngoko ke uMosis wawathandazela amaSirayeli.
Yabelana
Funda INUMERI 21