UMARKO 7:6
UMARKO 7:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa wapendula wati kubo: Ulungisile u‐Yisaya ukuprofitesha ngani bahanahanisi, njengokuba kuba̔liwe ngokuti: Ababantu bayandidumisa ngenteto yabo, kanti intliziyo yabo iyakwelela kude kum
Yabelana
Funda UMARKO 7UMARKO 7:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula ke wathi kubo, Watyapha uIsaya ukuprofeta ngani, bahanahanisi, njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Aba bantu bandibeka ngomlomo, Kanti yona intliziyo yabo ikude lee kum.
Yabelana
Funda UMARKO 7