UMARKO 4:26-27
UMARKO 4:26-27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wayesithi, Ubukumkani bukaThixo bunjengokuba abengathi umntu aphose imbewu emhlabeni; aze alale, avuke, ubusuku nemini, ibe imbewu intshula ikhula ngohlobo angalwaziyo.
Yabelana
Funda UMARKO 4UMARKO 4:26-27 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwakhona uYesu wathi: “Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nokuthi umntu ahlwayele imbewu entsimini, aze alale avuke imihla ngemihla, ibe yona imbewu intshula ikhula ngohlobo angalwaziyo.
Yabelana
Funda UMARKO 4