UMARKO 16:4-5
UMARKO 16:4-5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bathi bakukhangela, babona ukuba liqengqiwe lesuka ilitye; kuba belilikhulu kakhulu. Bakungena engcwabeni, babona indodana ihleli ngasekunene, izithe wambu ngengubo ende, emhlophe; baqhiphuka umbilini.
UMARKO 16:4-5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Elo litye lalilikhulu kakhulu, baza bathi bakukhangela babona ukuba liqengqiwe lesuka engcwabeni. Bangena ke engcwabeni, babona indodana ehleli ngasekunene, izithe wambu ngengubo ende emhlophe, baza bamangaliswa.
UMARKO 16:4-5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Bathi bakukhangela, babona ukuba liqengqiwe lesuka ilitye; kuba belilikhulu kakhulu. Bakuba bengenile engcwabeni, babona umfana ehleli ngasekunene, ambethe ingubo ende emhlophe; basuka boyika.
UMARKO 16:4-5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
(kekaloku bakubeka pezulu, babona ukuba ilitye liqengqiwe:) ngokuba libe likulu kakulu. Baza bangena encw̔abeni, babona indodana ihleli pantsi kwelokunene icala, yambete ingubo ende emhlope; babetwa livuso ke.