UMARKO 10:43
UMARKO 10:43 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa akuyi kuba njalo pakati kwenu; koko osukuba efuna ukuba mkulu pakati kwenu, woba ngumkonzi wenu
Yabelana
Funda UMARKO 10UMARKO 10:43 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ze kungabi njalo ke phakathi kwenu nina; osukuba efuna ukuba mkhulu phakathi kwenu, makabe ngumlungiseleli wenu
Yabelana
Funda UMARKO 10UMARKO 10:43 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke akunjalo phakathi kwenu. Ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu, makabe ngumkhonzi wenu
Yabelana
Funda UMARKO 10