UMATEYU 6:30
UMATEYU 6:30 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ukuba ke inca yasendle, eti namhla ibeko, iti ngomso iposwe eziko, UTIXO uyenje njalo ukuyambatisa, akayi kunambatisa nina kakulu ngakumbi na, nina balukolo luncinane?
Yabelana
Funda UMATEYU 6UMATEYU 6:30 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba ke ingca leyo yasendle, ethi namhla ibekho, ize ngomso iphoswe eziko, wenjenjalo uThixo ukuyambathisa, akayi kunambathisa kakhulu ngakumbi na, bantundini balukholo luncinane?
Yabelana
Funda UMATEYU 6