UMATEYU 6:14
UMATEYU 6:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba xeshekweni nibaxolela abantu iziposo zabo, UYIHLO wasezulwini wonixolela nani
Yabelana
Funda UMATEYU 6UMATEYU 6:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba xa nithi nibaxolele abantu iziphoso zabo, uYihlo osemazulwini wonixolela nani.
Yabelana
Funda UMATEYU 6UMATEYU 6:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Kaloku xa nibaxolela abantu izigqitho zabo, uYihlo osezulwini wonixolela nani.
Yabelana
Funda UMATEYU 6