UMATEYU 5:6
UMATEYU 5:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Banoyolo abalambela banxanelwe ubulungisa; ngokuba baya kuhluthiswa bona.
Yabelana
Funda UMATEYU 5UMATEYU 5:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Banoyolo abo balambela banxanelwe ubulungisa, kuba baya kwaneliswa nguThixo bona!
Yabelana
Funda UMATEYU 5UMATEYU 5:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Banoyolo abalambela banxanelwe ubulungisa; ngokuba baya kuhluthiswa bona.
Yabelana
Funda UMATEYU 5