UMATEYU 23:28
UMATEYU 23:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokukwanjalo nani ngaphandle okunene nibonakala kubantu ningamalungisa, kanti ngaphakathi nizele luhanahaniso nokuchasene nomthetho.
Yabelana
Funda UMATEYU 23UMATEYU 23:28 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngokukwanjalo nani okunene nibonakala ebantwini ngathi ningamalungisa, kanti ngaphakathi ezintliziyweni nizele luhanahaniso nenkcaso-mthetho.”
Yabelana
Funda UMATEYU 23