UMATEYU 20:16
UMATEYU 20:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwa njalo ke abokugqibela boba ngabokuqala, nabokuqala boba ngabokugqibela; ngokuba bebaninzi ababiziweyo, koko bebancinane abaqashiweyo.
Yabelana
Funda UMATEYU 20UMATEYU 20:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokunjalo abokugqibela baya kuba ngabokuqala, nabokuqala, baya kuba ngabokugqibela; kuba baninzi ababiziweyo, ke bambalwa abanyuliweyo.
Yabelana
Funda UMATEYU 20