UMATEYU 15:36
UMATEYU 15:36 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wazithabatha ke izonka zosixhenxe neentlanzi, wabulela, waqhekeza, wanika abafundi bakhe, abafundi ke banika izihlwele.
Share
Funda UMATEYU 15UMATEYU 15:36 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wazithabatha ke izonka zosixhenxe neentlanzi, wabulela, waqhekeza, wanika abafundi bakhe, abafundi ke banika izihlwele.
Share
Funda UMATEYU 15UMATEYU 15:36 IBHAYIBHILE (XHO96)
wazithatha ezo zonka zisixhenxe nezo ntlanzi, wabulela, waziqhekeza, wazinika abafundi bakhe, baza bona banika isihlwele.
Share
Funda UMATEYU 15