UMATEYU 1:20
UMATEYU 1:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Akubon' ukuba uyazicinga ezi zinto, naso isithunywa seNkosi sibonakala kuye ephupheni, sisithi, Yosefu, nyana kaDavide, musa ukoyika ukumthabathela kuwe uMariya, umfazi wakho; kuba oko kukhawulweyo phakathi kwakhe kungoMoya oyiNgcwele.
UMATEYU 1:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Esazicinga ezi zinto, naso isithunywa seNkosi sibonakala kuye ephupheni, sisithi: “Josefu, nyana kaDavide, sukoyika ukumthatha uMariya abe ngumfazi wakho, kuba oko akukhawuleyo kungoMoya oyiNgcwele.
UMATEYU 1:20 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Akubon’ ukuba uyazicinga ezi zinto, naso isithunywa seNkosi sibonakala kuye ephupheni, sisithi, Yosefu, nyana kaDavide, musa ukoyika ukumthabathela kuwe uMariya, umfazi wakho; kuba oko kukhawulweyo phakathi kwakhe kungoMoya, uMoya oyiNgcwele.
UMATEYU 1:20 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa esacinga ezizinto, bona ke, ingelosi YENKOSI yabonakala kuye epupeni, isiti: Josefe, nyana ka‐Davide! ungoyiki ukutabatela kuwe u‐Mariya umfazi wako; ngokuba oko kukaulweyo pakati kwake KUNGOMOYA OYINGCWELE.