ULUKA 3:16
ULUKA 3:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
waphendula uYohane kubo bonke esithi, Mna okunene ndinibhaptiza ngamanzi; kodwa uyeza lowo unamandla kunam, endingafanelekileyo ukuba ndiwuthukulule nomtya weembadada zakhe; uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo yena
ULUKA 3:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
UYohane ke wabaphendula esithi: “Mna okunene ndinibhaptiza ngamanzi, kodwa uyeza onamandla kunam. Andikufanelanga ukukhulula nemitya le yezihlangu zakhe. Yena uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo.
ULUKA 3:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Waphendula uYohane wathi kubo bonke, Mna okunene ndinibhaptiza ngamanzi; kodwa uyeza lowo unamandla kunam, endingafanelekileyo ukuba ndiwuthukulule nomtya weembadada zakhe: uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo yena
ULUKA 3:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
wapendula u‐Johane kwa kubo bonke, esiti: Mna okunene ndiyanibapitizesha ngamanzi; kodwa uyeza onamandla amakulu kwawam, endingafanelekile ukuba ndiwutukulule umtya wezihlangu zake; yena wonibapitizesha NGOMOYA OYINGCWELE nangomlilo