ULUKA 21:8
ULUKA 21:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi ke yena: “Lumkani ningalahlekiswa, kuba baninzi abaya kuza egameni lam; besithi banguye uKrestu, besithi ixesha lisondele. Ke nina ze ningabalandeli.
Yabelana
Funda ULUKA 21ULUKA 21:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi ke yena, Lumkani ningalahlekiswa; kuba baninzi abaya kuza egameni lam, besithi, banguye uKristu;• ewe, ixesha lisondele; ngoko musani ukubalandela.
Yabelana
Funda ULUKA 21