ULUKA 18:16
ULUKA 18:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke yena uYesu wazibizela kuye, wathi, Bavumeleni abantwana beze kum, ningabaleli; kuba ubukumkani bukaThixo bubobabo banjalo.
Yabelana
Funda ULUKA 18ULUKA 18:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yena uYesu wazibizela kuye iintsana, esithi: “Bayekeni abantwana beze kum, ningabanqandi, kuba ábalawulwa nguThixo ngabanjengabo.
Yabelana
Funda ULUKA 18