ULUKA 15:24
ULUKA 15:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba lo nyana wam ubefile, wabuya waphila; ubelahlekile, wafunyanwa. Baqala ke ukuba nemihlali.
Yabelana
Funda ULUKA 15ULUKA 15:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
kuba lo nyana wam ubefile, wabuya waphila; ubelahlekile, wafunyanwa.’ Baza ke bona bachwayita.
Yabelana
Funda ULUKA 15