ULUKA 14:13-14
ULUKA 14:13-14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yithi xa sukuba usenza isidlo, umeme amahlwempu, izilima, iziqhwala, iimfama; wòba nentsikelelo; ngokuba àbanako ukubuyekeza kuwe; kuba ùya kubuyekezwa wena eluvukweni lwamalungisa.
Yabelana
Funda ULUKA 14ULUKA 14:13-14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yithi xa wena unesidlo, umeme amahlwempu, iziqhwala, izilima, neemfama. Wosikeleleka ke, kuba àbanako ukuphinda bakumeme bona – wena wobuyekezwa ekuvukeni kwamalungisa.”
Yabelana
Funda ULUKA 14